Uhezekile 28:25 XHO75

25 Itsho iNkosi uYehova ukuthi, Ekuyibutheni kwam indlu kaSirayeli, ezizweni abaphangalaliswe kuzo, ndiya kuzingcwalisela kubo emehlweni eentlanga, bahlale emhlabeni wabo, endawunika umkhonzi wam uYakobi.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 28

imbono Uhezekile 28:25 kwimeko