Uhezekile 29:12 XHO75

12 Ndiya kulenza kube senkangala ilizwe laseYiputa phakathi kwamazwe abharhileyo, ibe ngamanxuwa imizi yalo phakathi kwemizi engamanxuwa, iminyaka engamashumi amané; ndiwaphangalàlisele amaYiputa ezintlangeni, ndiwachithachithe emazweni.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 29

imbono Uhezekile 29:12 kwimeko