Uhezekile 29:5 XHO75

5 Ndiya kukulahlela entlango, wena neentlanzi zonke zemijelo yakho. Ùya kuwa endle, akuyi kuhlanganiswa ubuthwe; ndikunìkele ukuba ube kukudla kwamarhamncwa elizwe nokweentaka zezulu.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 29

imbono Uhezekile 29:5 kwimeko