Uhezekile 30:25 XHO75

25 Ndiya kuzomeleza iingalo zokumkani waseBhabheli, ziwe iingalo zikaFaro; bazi ukuba ndinguYehova, ekulibekeni kwam ikrele esandleni sokumkani waseBhabheli, alolulele phezu kwelizwe laseYiputa.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 30

imbono Uhezekile 30:25 kwimeko