Uhezekile 30:4 XHO75

4 Ikrele liya kuyifikela iYiputa; kuya kubakho ukuzibhijabhija kwaKushi, ekuweni kwababuleweyo eYiputa, ithatyathwe intabalala yayo, zichithwe iziseko zayo.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 30

imbono Uhezekile 30:4 kwimeko