Uhezekile 32:2 XHO75

2 Nyana womntu, menzele isimbonono uFaro ukumkani waseYiputa, uthi kuye, Wafanekiswa nengonyama entsha yeentlanga, nakuba ùbe unjengengwenya elwandle; waxhuma emilanjeni yakho, wawagxobha amanzi ngamathupha akho, wayinyathela imilambo yawo.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 32

imbono Uhezekile 32:2 kwimeko