Uhezekile 32:27 XHO75

27 Ke abayi kulala namagorha awileyo angawabangalukileyo, abehláyo baya kwelabafileyo beneempahla zokulwa, ebekwe amakrele abo phantsi kweentloko zabo; ubugwenxa babo buwafikele amathambo abo; ngokuba baye besothusa amagorha ezweni labahleliyo.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 32

imbono Uhezekile 32:27 kwimeko