Uhezekile 34:14 XHO75

14 Ndiya kuwalusela ebutyanini obulungileyo, libe sezintabeni ezinde zakwaSirayeli idlelo lawo; edlelweni elilungileyo, úya kubutha khona, udle utyani obutyebileyo ezintabeni zakwaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 34

imbono Uhezekile 34:14 kwimeko