Uhezekile 34:2 XHO75

2 Nyana womntu, profeta ngabalusi bakwaSirayeli; profeta, uthi kubo, ngabalusi abo, Itsho iNkosi uYehova ukuthi, Yeha ke abalusi bakwaSirayeli, abaye bezalúsa ngokwabo! Abalusi babengafanele ukwalúsa umhlambi wabo, yini na?

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 34

imbono Uhezekile 34:2 kwimeko