Uhezekile 34:23 XHO75

23 Ndomisa phezu kwawo umalusi abe mnye, awaluse, umkhonzi wam uDavide; yena uya kuwalúsa, abe ngumalusi wawo yena;

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 34

imbono Uhezekile 34:23 kwimeko