Uhezekile 34:6 XHO75

6 Umhlambi wam wadungudela ezintabeni zonke, nasezindulini zonke ezinde, waba lusali umhlambi wam ebusweni bonke belizwe. Akubangakho namnye uwukhathalelayo, akwabakho namnye uwufunayo.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 34

imbono Uhezekile 34:6 kwimeko