Uhezekile 36:34 XHO75

34 Ilizwe ebe kusenkangala kulo liya kulinywa, endaweni yokuba bekusenkangala kulo emehlweni abo bonke abadlulayo.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 36

imbono Uhezekile 36:34 kwimeko