10 Ndaprofeta ke ngoko bendiwiselwe umthetho ngako. Wangena umoya kuwo; baphila, bema ngeenyawo, umkhosi omkhulu kakhulu kunene.
funda isahluko epheleleyo Uhezekile 37
imbono Uhezekile 37:10 kwimeko