Uhezekile 37:21 XHO75

21 Uze uthi kubo, Itsho iNkosi uYehova ukuthi, Yabonani, ndiya kubathabatha oonyana bakaSirayeli phakathi kweentlanga abahamba kuzo, ndibabuthe, bavele ngeenxa zonke, ndibàse emhlabeni wabo.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 37

imbono Uhezekile 37:21 kwimeko