Uhezekile 37:25 XHO75

25 Bohlala ezweni elo, ndalinika umkhonzi wam uYakobi, ababehleli kulo ooyise; bahlale ke khona, bona nabantwana babantwana babo kude kuse ephakadeni; uDavide, umkhonzi wam, abe sisikhulu sabo ngonaphakade.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 37

imbono Uhezekile 37:25 kwimeko