Uhezekile 38:16 XHO75

16 unyùke ubafikele bantu bam amaSirayeli njengelifu, ukuba ulisibekele ilizwe. Ekupheleni kwemihla kuya kubakho oko, ndikuse, ulifikele ilizwe lam, ukuze iintlanga zindazi, ekuzingcwaliseni kwam kuwe emehlweni azo, Gogi.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 38

imbono Uhezekile 38:16 kwimeko