Uhezekile 39:14 XHO75

14 Baya kubalula amadoda anomonde acandacanda elizweni, nahamba nalawo acandacandayo, angcwabe abaseleyo ebusweni belizwe, ukuba alihlambulule. Ekupheleni kweenyanga ezisixhenxe aya kuligocagoca.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 39

imbono Uhezekile 39:14 kwimeko