Uhezekile 39:21 XHO75

21 Ndiya kubumisa ubuqaqawuli bam ezintlangeni, ziwubone iintlanga zonke umgwebo wam endiya kuwenza, nesandla sam endiya kusisa kuzo.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 39

imbono Uhezekile 39:21 kwimeko