Uhezekile 40:1 XHO75

1 Ngomnyaka wamashumi omabini anamihlanu wokuthinjwa kwethu, ekuqalekeni komnyaka, ngolweshumi enyangeni leyo, ngomnyaka weshumi elinesiné emva kokuxatyelwa komzi, ngayo kanye loo mini, isandla sikaYehova saba phezu kwam, wandisa khona.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 40

imbono Uhezekile 40:1 kwimeko