Uhezekile 40:12 XHO75

12 Ke umda phambi kwamagumbi okulinda wawuyikubhite enye ngapha, wayikubhite enye nangapha umda; amagumbi okulinda aba ziikubhite ezintandathu ngapha, aba ziikubhite ezintandathu nangapha.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 40

imbono Uhezekile 40:12 kwimeko