Uhezekile 40:21 XHO75

21 namagumbi okulinda amathathu ngapha, amathathu nangapha, neentsika zalo, neengqameko zalo. Laba ngangomlinganiso wesango lokuqala; baziikubhite ezimashumi mahlanu ubude balo, nobubanzi balo baziikubhite ezimashumi mabini anantlanu.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 40

imbono Uhezekile 40:21 kwimeko