Uhezekile 43:3 XHO75

3 Imbonakalo ke endayibonayo, ukubonakala kwayo, yayinjengembonakalo leya, ndayibonayo ukuya kuwonakalisa kwam umzi; kwakukho neembonakalo ezinjengeembonakalo endazibonayo emlanjeni oyiKebhare; ndawa ke ngobuso.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 43

imbono Uhezekile 43:3 kwimeko