Uhezekile 43:8 XHO75

8 ekumiseni kwabo umbundu womnyango wabo ngasembundwini womnyango wam, nemigubasi yabo ecaleni lemigubasi yam, iludonga lodwa phakathi kwam nabo; belenzé inqambi ke igama lam elingcwele, ngamasikizi abo abawenzáyo. Ndabagqibela ke ngomsindo wam.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 43

imbono Uhezekile 43:8 kwimeko