Uhezekile 44:2 XHO75

2 UYehova wathi kum, Eli sango liya kuhlala livaliwe; aliyi kuvulwa, akuyi kungena mntu ngalo; ngokuba uYehova uThixo kaSirayeli ungené ngalo; liya kuhlala livaliwe ke.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 44

imbono Uhezekile 44:2 kwimeko