1 Ekulabeni kwenu ilizwe ngamaqashiso, ukuba libe lilifa, nomrhumela uYehova umrhumo oyinto engcwele kulo ilizwe elo: ubude bube ngamashumi omabini anamahlanu amawaka eengcongolo,* ububanzi bube lishumi lamawaka. Wòba ngcwele emdeni wawo wonke ngeenxa zonke.