Uhezekile 47:4 XHO75

4 Walinganisa iwaka, wandiweza emanzini, amanzi abetha emadolweni. Walinganisa iwaka, wandiweza emanzini, amanzi abetha esinqeni.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 47

imbono Uhezekile 47:4 kwimeko