Uhezekile 48:32 XHO75

32 Ngecala lasempumalanga yoba ngamawaka amané anamakhulu amahlanu eengcongolo; amasango ke mathathu: ibe lisango likaYosefu elinye, ibe lisango likaBhenjamin elinye, ibe lisango likaDan elinye.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 48

imbono Uhezekile 48:32 kwimeko