Uhezekile 9:9 XHO75

9 Wathi kum, Ubugwenxa bendlu kaSirayeli nobendlu kaYuda bukhulu kakhulu kunene, nelizwe lizele ligazi, nomzi uzele bubugqwetha; ngokuba besithi, UYehova ulilahlile ilizwe, uYehova àkaboni.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 9

imbono Uhezekile 9:9 kwimeko