Uhoseya 1:1 XHO75

1 Ilizwi likaYehova elafika kuHoseya unyana kaBheri, ngemihla kaUziya, kaYotam, ka-Ahazi, kaHezekiya, ookumkani bakwaYuda; ngemihla kaYarobheham unyana kaYowashe, ukumkani wakwaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo Uhoseya 1

imbono Uhoseya 1:1 kwimeko