Uhoseya 1:10 XHO75

10 Ke inani loonyana bakaSirayeli liya kuba ngangentlabathi yaselwandle, engàlinganiswayo, engàbalwayo; kuthi endaweni yokuba kuthiwe kubo, Aningabantu bam, kusuke kuthiwe kubo, Ningoonyana bakaThixo ophilileyo.

funda isahluko epheleleyo Uhoseya 1

imbono Uhoseya 1:10 kwimeko