Uhoseya 1:4 XHO75

4 UYehova wathi kuye, Mthiye igama lokuba nguYizereli; ngokuba kusaya kuba ngumzuzwana, ndiwavelele amagazi akwaYizereli kwindlu kaYehu, ndibuphelise ubukumkani bendlu kaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo Uhoseya 1

imbono Uhoseya 1:4 kwimeko