Uhoseya 1:6 XHO75

6 Waphinda wakhawula, wazala intombi. Wathi uYehova kuye, Yithiye igama lokuba nguAkenzelwanga-mfesane; ngokuba andiyi kuba saphinda ndiyenzele mfesane indlu kaSirayeli, ndingàbaxoleli nokubaxolela.

funda isahluko epheleleyo Uhoseya 1

imbono Uhoseya 1:6 kwimeko