Uhoseya 10:13 XHO75

13 Nalima okungendawo, navuna ubugqwetha, nadla iziqhamo zobuxoki; kuba wakholosa ngendlela yakho, ngobuninzi bamagorha akho.

funda isahluko epheleleyo Uhoseya 10

imbono Uhoseya 10:13 kwimeko