Uhoseya 11:11 XHO75

11 Baya kuvela eYiputa, begubha njengeentaka, bavele ezweni laseAsiriya njengamavukuthu, ndibabeke ezindlwini zabo; utsho uYehova.

funda isahluko epheleleyo Uhoseya 11

imbono Uhoseya 11:11 kwimeko