Uhoseya 14:3 XHO75

3 UAsiriya akayi kusisindisa, asiyi kukhwela emahasheni, asiyi kuba sathi kumsebenzi wezandla zethu, Thixo wethu; kuba kuwe inkedama ifumana imfesane.

funda isahluko epheleleyo Uhoseya 14

imbono Uhoseya 14:3 kwimeko