Uhoseya 14:9 XHO75

9 Ngubani na olumkileyo, aziqonde ezo zinto? Ngubani na onengqondo, azazi? Ngokuba zithe tye iindlela zikaYehova; ahamba ngazo amalungisa; ke bona abakreqi baya kukhubeka kuzo.

funda isahluko epheleleyo Uhoseya 14

imbono Uhoseya 14:9 kwimeko