Uhoseya 2:5 XHO75

5 Kuba unina uhenyuzile, wenzé okuziintloni umzali wabo; ngokuba wathi, Ndiya kulandela izithandane zam, ezindinika isonka sam, namanzi am, uboya bam begusha neflakisi* yam, ioli yam nento endiyiselayo.

funda isahluko epheleleyo Uhoseya 2

imbono Uhoseya 2:5 kwimeko