Uhoseya 2:7 XHO75

7 Úya kuzisukela izithandane zakhe, angafiki kuzo; azifune, angazifumani; athi Ndiya kuya ndibuyele endodeni yam yokuqala, kuba bekulungile kum oko kunangoku.

funda isahluko epheleleyo Uhoseya 2

imbono Uhoseya 2:7 kwimeko