Uhoseya 3:5 XHO75

5 Emveni koko baya kubuya oonyana bakaSirayeli, bamquqele uYehova uThixo wabo, noDavide ukumkani wabo; baye benkwantya kuYehova, nasekulungeni kwakhe ekupheleni kwemihla.

funda isahluko epheleleyo Uhoseya 3

imbono Uhoseya 3:5 kwimeko