Uhoseya 4:12 XHO75

12 Abantu bam babùzisa kumthi wabo; nentonga yabo iyabaxelela; ngokuba umoya wobuhenyu ubalahlekisile; bahenyuzé bemka phantsi koThixo wabo.

funda isahluko epheleleyo Uhoseya 4

imbono Uhoseya 4:12 kwimeko