Uhoseya 4:6 XHO75

6 Bayatshabalala abantu bam kukuswela ukwazi; kuba wena ukucekisile ukwazi, ndiya kukucekisa, ukuba ungabi ngumbingeleli kum. Wawulibala umyalelo kaThixo wakho; ndobalibala abantwana bakho nam.

funda isahluko epheleleyo Uhoseya 4

imbono Uhoseya 4:6 kwimeko