Uhoseya 5:1 XHO75

1 Kuveni oku, babingeleli, nibaze iindlebe, nina ndlu kaSirayeli; nani ndlu yokumkani, bekani iindlebe; ngokuba uzé kuni umgwebo lo; kuba nisuke naba ngumgibe eMizpa, naba ngumnatha otwatyululweyo phezu kweTabhore.

funda isahluko epheleleyo Uhoseya 5

imbono Uhoseya 5:1 kwimeko