Uhoseya 5:13 XHO75

13 Xa wasibonayo uEfrayim isifo sakhe, uYuda walibona inxeba lakhe; uEfrayim wesuka waya eAsiriya, wathumela kukumkani uYarebhi.* Akaba nako ukuniphilisa, akaba nako ukuninceda kwinxeba lenu.

funda isahluko epheleleyo Uhoseya 5

imbono Uhoseya 5:13 kwimeko