Uhoseya 5:7 XHO75

7 Bánginiza kuYehova, kuba bezele oonyana abangengabo; ngoku ke ukuthwasa kwenyanga kuyabadla, kunye nezahlulo zabo zomhlaba.

funda isahluko epheleleyo Uhoseya 5

imbono Uhoseya 5:7 kwimeko