Uhoseya 6:10 XHO75

10 Endlwini kaSirayeli ndiboné into ebanga amanwele; apho uEfrayim uyahenyuza, uSirayeli uzenza inqambi.

funda isahluko epheleleyo Uhoseya 6

imbono Uhoseya 6:10 kwimeko