Uhoseya 7:13 XHO75

13 Yeha ke bona! kuba babalekile kum. Yimbubho kubo! kuba bakreqile kum. Mna ngendibakhulule, basuka bona bathetha amanga ngam.

funda isahluko epheleleyo Uhoseya 7

imbono Uhoseya 7:13 kwimeko