14 Wathi ke uYehova kum, Entla kuya kuphuma ububi, bube phezu kwabemi bonke belizwe.
funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 1
imbono Uyeremiya 1:14 kwimeko