Uyeremiya 1:9 XHO75

9 Wasolula uYehova isandla sakhe, wachukumisa umlomo wam; wathi ke uYehova kum, Yabona, ndibeke amazwi am emlonyeni wakho.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 1

imbono Uyeremiya 1:9 kwimeko