Uyeremiya 10:5 XHO75

5 Zinjengentsika echweliweyo, azithethi; zimele ukuthwalwa, ngokuba zingenakuhamba. Musani ukuzoyika; kuba azinakwenza bubi; kwanokulungisa azinako.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 10

imbono Uyeremiya 10:5 kwimeko