Uyeremiya 12:16 XHO75

16 Kothi, ukuba bathe bazifunda ngenkuthalo iindlela zabantu bam; ukuba bafunge igama lam, bathi, Ehleli nje uYehova, njengoko babafundisáyo abantu bam ukufunga uBhahali;* baze bakheke phakathi kwabantu bam.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 12

imbono Uyeremiya 12:16 kwimeko